Vestiging FRED: Open tot 21:00 uur
Vestiging CENTRUM: Open tot 19:00 uur

Ukuvuka Kwam Ekufeni

€ 14,34
ebook
Ukuvuka Kwam Ekufeni

Ebook direct te downloaden
Teruggeven of ruilen niet mogelijk!

Ukuvuka Kwam Ekufeni

Thembelani Ngenelwa

Omschrijving

NgoLwesithathu, umhla wokuqala kuOktobha 2003, ityendyana lomfana elalinxibe ibhatyana eluhlaza enkone ligazi lalilele kufutshane nebhulorho kaloliwe eGermiston, lisifa. Igazi lalo lalinkcenkceza ngokomjelo ukunqumla indlela, amathemba ephelile. Umzimba wawudlaka-dlaka ziimbumbulu - iimbumbulu ezintlanu umdubuli awazikhulula ekufutshane kakhulu kuye. Zazibumkarha iingqondo ngexesha lizama ukumisa izithuthi ezidlulayo, kodwa zange kubekho nasinye esaba nenceba. Zazidlula zonke zizizipheke-pheke, zimshiya loo mfana esopha enjalo. NdinguThembelani Ngenelwa. Yayindim lowo. Eli libali lokwenzekayo.
Lees meer Lees minder
0 Beoordelingen
Toon alle beoordelingen
Productinformatie
  • Editie:EPUB met Adobe DRM  Meer informatie
    Meer informatie
  • ISBN: 9780795703645
  • Auteur: Thembelani Ngenelwa
  • Uitgave: Kwela
  • Jaar van uitgave: 2012
  • Taal: Xhosa
  • Bladzijden: 144
  • Artikelnummer: 59355262
Lees meer Lees minder
€ 14,34
ebook

Ebook direct te downloaden
Teruggeven of ruilen niet mogelijk!

Even geduld AUB ...
Laden even geduld aub ...